Indalo

Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso wakho
Wadala abantu wadala izilwanyana
Kwaneentaka zakho
Lintaba nezityalo, umoya nemilambo, nolwandle
Iisipho sobomi, phakathi kwendoda nomfazi, njengelanga nenyanga

Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso, wakho
Hayi ubuhle bendalo yakho
Ngumangaliso, wakho



Credits
Writer(s): Alexander Wende, Thomas Pflanz, Lawrence Sihlabeni
Lyrics powered by www.musixmatch.com

Link